Psalms 9:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ubakalimele abaheyideni, utshabalalisile okohlakeleyo, ucimile igama labo kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uzikhalimele iintlanga, wabatshabalalisa abangendawo; Igama lazo ulicimile ngonaphakade kanaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uzikhalimele iintlanga, wabatshabalalisa abangendawo, uliphanzisile igama labo ngonaphakade kanaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uzikhalimele iintlanga, wabatshabalalisa abantw' abagwenxa, waliphanzisa kwaphela igama labo.