Psalms 90:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
NKOSI! ubulikaya letu ngesizukulwana ngesizukulwana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umthandazo kaMoses, umfo wakwaThixo. Nkosi yam, ulikhaya wena kuthi, Isizukulwana ngesizukulwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
(Umthandazo kaMoses, mfo wakwaThixo.) Nkosi, wena ulikhaya lethu kwizizukulwana ngezizukulwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Usoloko ulikhaya lethu, wena Nkosi, izizukulwana ngezizukulwana.