Psalms 90:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Buya, Yehova! kwoba kade kangakananina? uze ube nosizi pezu kwezicaka zako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Buya, Yehova, kunini na? Uzohlwaye ngenxa yabakhonzi bakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Buya, Yehova, kude kube nini na? ibe yeyabakhonzi bakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yiba nebuyambo, *Ndikhoyo; koda kube nini usifulathele? Yiba nenceba kuthi zicaka zakho.