Psalms 90:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyamguqulela entshabalalweni umntu; uti: Buyelani, bonyana babantu!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umbuyisela umntu eluthulini, Uthi, Buyani, nyana babantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umrholela umntu entshabalalweni; Wathi, Buyani, nyana babantu!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umbuyisela kwaseluthulini umntu, usithi: “Buyela apho ubuvela khona, mntundini!”