Psalms 91:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba eya kuyalela ingelosi zake ngawe, ukuba zikugcine ezindleleni zako zonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba izithunywa zakhe uziwisele umthetho ngawe, Ukuba zikugcine ezindleleni zakho zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba uya kuziwisela umthetho izithunywa zakhe ukuba zikugcine ezindleleni zakho zonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku woziwisela umthetho ngawe izithunywa zakhe wokuba zikugcine endleleni yakho,