Psalms 91:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Sendiya kuti ngoyehova: Yindawo yam yokupepela, nenqaba yam; ngutixo wam; ndiya kutembela kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthi kuYehova, Hlathi lam, Mboniselo yam, Thixo wam, endikholose ngaye!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndithi ke kuYehova, Uyindawo yam yokusabela, negwiba lam; Ndiya kumthemba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena uya kuthi: “*Ndikhoyo, ungumkhuseli wam; uyinqaba yam, wena Thixo, ndiya kuthembela kuwe.”