Psalms 91:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwowa iwaka ecaleni lako, neshumi lamawaka ngesokunene sako; kuloko kungayi kusondela kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kungawa iwaka ecaleni kwakho, Isigidi ngasekunene kwakho, Kodwa kungasondeli nto kuwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuya kuwa iwaka ecaleni kwakho, neshumi lamawaka ngasekunene kwakho; kodwa ayiyi kusondela kuwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nokuba kungawa iwaka ecaleni kwakho, neshumi lamawaka liwe likungqonge, akusayi kuchukunyiswa nto wena.