Psalms 93:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Iterone yako iqinisekile kwa kudala: ungunapakade wena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kususela koko, izinzile itrone yakho; Kususela kwaphakade, ukho wena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Itrone yakho iqinile kususela kwaphakade, wena wawukho kususela kwaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Isihlalo sakho, Ndikhoyo, sasekwa kwantlandlolo; wena wawukho kwanini-nini.