Psalms 93:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyehova opezulu unamandla ngapezu kwokugquma kwamanzi amaninzi, napezu kwamaza olwandle anamandla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngaphezu kwezandi zamanzi amaninzi Angangamsha, ngaphezu kwamaza alwayo olwandle, Unobungangamsha phezulu uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova unamandla ngaphezu kwesandi samanzi amaninzi, Ngaphezu kwamaza alatyuzayo olwandle.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo yingangalala yaphezulu; unamandla kunamaza alephuzayo, nangaphezu kwamaza agqumayo.