Psalms 94:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ozilulekayo izizwe, akayi kwohlwaya na? lowo ufundisa abantu ukwazi!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umthethisi weentlanga akayi kohlwaya na, Ulofundisa abantu ukwazi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo wohlwaya iintlanga, akayi kuzohlwaya na? Ofundisa abantu ukwazi, akayi kukwazi na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lo ulawula zonk' iintlanga nithi akanakuzohlwaya? Lo ufundise abantu nithi akazi nto?