Psalms 94:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba uyehova engayi kulahla abantu bake, nelifa lake akayi kulishiya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba uYehova akabalahli abantu bakhe, Akalishiyi ilifa lakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uYehova akayi kubagxotha abantu bakhe, engayi kulishiya nelifa lakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku akayi kubafulathela abantu bakhe uNdikhoyo; akasoze ayilahle indlu yakhe.