Psalms 94:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko ugwebo luya kubuyela ebulungiseni; boti bonke abalungileyo ngentliziyo balulandele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba isiko liya kubuyela ebulungiseni, Balilandele bonke abantliziyo zithe tye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa okusesikweni kuya kubuyela ebulungiseni, kwaye bonke abantliziyo zilungileyo bayakulandela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kobakho ubulungisa ezinkundleni, abulandele onke amalungisa.