Psalms 94:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngubanina oya kundipakamela ngakubo abenzayo okungalungileyo? ngubanina oya kundimela ngakubo abenzi benkohlakalo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngubani na oya kusukela phezulu kubo abanobubi, ngenxa yam? Ngubani na oya kumelana nabasebenzi bobutshinga, ngenxa yam?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngubani na oya kumelana nabenzi bobubi, ngenxa yam? okanye ngubani na oya kumelana nam nxamnye nabenzi bobubi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Azi, ngubani owondilwela kumatshijolo? Yoba ngubani na ongakum?