Psalms 94:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa uyehova uyinyango yam; notixo wam ulilityekazi lokupepela kwam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kanti ke uYehova uyingxonde kum, UThixo wam liliwa endizimela ngalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa uYehova uyindawo yam yokusabela; yaye uThixo wam liliwa endisabela kulo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ngumkhuseli wam yena uThixo; yinqaba endizimela ngayo.