Psalms 94:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwoba kade kangakananina abakohlakeleyo, Yehova! kwoba kade kangakananina abakohlakeleyo bevuyelela?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kunini na abangendawo, Yehova, Kunini na abangendawo bevuyelela?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yehova, kuya kude kube nini na abangendawo bekho, kuya kude kube nini na abangendawo bekhona?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Koda kube nini na, Ndikhoyo, koda kube nini kakade esivuyelela amatshijolo?