Psalms 94:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abantu bako, Yehova! bayabatyumza; nelifa lako bayalibandezela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Batyumza abantu bakho, Yehova, Bacinezela ilifa lakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yehova, bayabaxovula abantu bakho, balicinezele ilifa lakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ayababulala abantu bakho, Ndikhoyo; ayawucinezela umzi wakho amatshijolo.