Psalms 95:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba uyehova e ngutixo omkulu, nokumkani omkulu pezu kwabo bonke otixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba uThixo omkhulu nguYehova, NguKumkani omkhulu ngaphezu koothixo bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba uYehova nguThixo omkhulu, yiNkosi enkulu ngaphezu koothixo bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uNdikhoyo nguThixo onamandla, ngukumkani omkhulu *kwizithixo zonke.