Psalms 95:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba yena e ngutixo wetu; nati singabantu besidlelo sake nezimvu zesandla sake. Namhla nje ukuba niya kuliva ilizwi lake,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba nguThixo wethu yena, Thina ke singabantu bokwaluswa nguye, nezimvu zesandla sakhe. Namhla, ukuba ninokuliva izwi lakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba nguThixo wethu yena; yaye thina singabantu bedlelo lakhe nezimvu zesandla sakhe. Namhlanje ukuba ufuna ukuva ilizwi lakhe,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba yena nguThixo wethu. Thina singumhlambi awalusayo, iigusha ezondliwa nguye. Namhla liveni ilizwi lakhe elithi: