Psalms 96:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba uyehova emkulu, ulungel’ ukudunyiswa kakulu; ulungel’ ukwoyikwa pezu kwotixo bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba mkhulu uYehova, engowokudunyiswa kunene; Uyoyikeka yena ngaphezu koothixo bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba mkhulu uYehova, efanelwe yindumiso eninzi; Uyoyikeka ngaphezu koothixo bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku yingangalala uNdikhoyo, ufanelwe yimbeko enkulu; ufanelwe kukoyikwa ngaphezu *kwezithixo zonke,