Psalms 97:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Intaba zanyibilika njengomtwebeba ebusweni bukayehova, ebusweni benkosi yomhlaba wonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Iintaba zinyibilika njengomthwebeba phambi koYehova, Phambi kweNkosi yehlabathi lonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iintaba zanyibilika njengomthwebeba phambi koYehova, Phambi kweNkosi yehlabathi lonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zitsho zinyibilik' iintaba phambi koNdikhoyo, zixel' umthwebeba; nditheth' ingangalala yehlabathi liphela.