Psalms 97:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Izulu liyaxela ubulungisa bake, nezizwe zonke ziyabona ubungcwalisa bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Izulu lixela ubulungisa bakhe, Zilubone uzuko lwakhe zonke izizwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Izulu lixela ubulungisa bakhe, Zibubone ubuqaqawuli bakhe zonke iintlanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sibonakalis' ubulungisa bakhe isibhakabhaka, ze zonk' iintlanga ziluqond' udumo lwakhe.