Psalms 97:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bodaniswa bonke abo bakonza umfanekiso oqingqiweyo, abaziqa̔yiselayo ngawo amadalo: bedeshani yena, nonke nina botixo!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Badanile bonke abakhonza umfanekiso oqingqiweyo, Abaqhayisa ngeento ezingento; Bayamnqula bonke oothixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Badanile bonke abakhonza umfanekiso oqingqiweyo, Abaqhayisa ngeento ezingento; mnquleni, nonke oothixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bahlala bedana bonk' abanqula imifanekiso; nditshw' abo baqhayisa ngemifanekiso eqingqiweyo; kuba zonk' *izithixo zikhahlela kuNdikhoyo.