Psalms 97:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba wena, Yehova! upezulu pezu kwomhlaba wonke; upakamile kakulu pezu kwabo bonke otixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba nguwe, Yehova, Osenyangweni phezu kwehlabathi lonke; Unyukile kunene ngaphezu koothixo bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba wena, Yehova, ungaphezu kwehlabathi lonke, ungaphezu koothixo bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba wena, Ndikhoyo, uyingangalal' ehlabathini; uyingqonyela yazo zonke izithixo.