Psalms 99:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyehova umkulu e‐Ziyone; upezulu yena pezu kwezizwe zonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova mkhulu eZiyon; Uphakamile ngaphezu kwezizwe zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova mkhulu eZiyon; kwaye ungaphezu kwabantu bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo yingangalala eZiyon; ngumlawuli wazo zonk' iintlanga.