Psalms 99:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yehova, Tixo wetu! wabapendula wena: wau ngutixo owabaxolelayo, nakuba ubupindezela ngenxa yezenzo zabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yehova, Thixo wethu, wabaphendula wena, Waba nguThixo oxolelayo kubo, Ongoziphindezelayo iintlondi zabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabaphendula, Yehova, Thixo wethu, wathi, UnguThixo owaxolelayo, nakuphi na ukuphindezela izenzo zabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, Ndikhoyo, Thixo, wabeva abantu bakho; wababonisa ukuba unguThixo oxolelayo, kodwa ukwangoyohlwayayo intw' embi.