Revelation 10:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yayisiti kum: Ufanele ukuba ubuye uprofiteshe ngabo abantu, nentlanga, nenteto, nokumkani abaninzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sathi kum, Umele ukuba ubuye uprofete ngabantu, neentlanga, neelwimi, nookumkani, abaninzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sathi kum, Umele ukuba ubuye uprofete ngabantu, neentlanga, neelwimi, nookumkani, abaninzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndaxelelwa kwathiwa: “Kwakhona kufuneka uvakalise udaba lukaThixo olumayela nezizwe ngezizwe, iintlanga ngeentlanga, iilwimi, nezikumkani.”