Revelation 11:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo eva ilizwi elikulu livela ezulwini lisiti kuwo: Nyukelani apa. Aza enyukela ezulwini ngelifu; zati intshaba zawo zawabonela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Eva izwi elikhulu liphuma ezulwini, lisithi kuwo, Nyukelani apha! Enyuka, aya ezulwini esefini; zawabona iintshaba zawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Eva izwi elikhulu liphuma ezulwini, lisithi kubo, Nyukelani apha. Benyuka baya ezulwini besefini; zawabona iintshaba zawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwavakala umkhwazo ophuma ezulwini usithi kuwo: “Nyukani nize apha!” Zathi zisabukele iintshaba zawo, anyukela ezulwini ngelifu.