Revelation 11:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza̔ abadala bomashumi mabini anabane, abahleli ebusweni bukatixo pezu kweterone zabo, bawa ngobuso babo, babedesha utixo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Aza amadoda amakhulu, angamashumi mabini anamane, ahleli phambi koThixo phezu kweetrone zawo, awa ngobuso bawo, aqubuda kuye uThixo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi amadoda amakhulu amashumi mabini anamane, abehleli phambi koThixo ezitroneni zawo, awa ngobuso, aqubuda kuye uThixo,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kananjalo amashumi amabini anesine amadoda amakhulu athe nqadalala phambi koThixo, athi qubudu phambi kwakhe, anqula embonga,