Revelation 11:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo ibala elingapandle kwayo itempile liyeke, uze ungalinganisi lona; ngokuba linikwe kubo abaheyideni: nesixeko esiyingcwele baya kusinyatela inyanga zibe ngamashumi mane anambini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Intendelezo engaphandle kwetempile yiphose phandle, ungayilinganisi yona; ngokuba inikwe iintlanga; umzi ongcwele ziya kuwunyathelela phantsi iinyanga ezimashumi mane anambini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa intendelezo engaphandle kwetempile yishiye ngaphandle, ungayilinganisi; ngokuba linikelwe iintlanga; umzi ongcwele ziya kuwunyathela ngeenyawo iinyanga ezimashumi mane anesibini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke yona inkundla engaphandle uze ungazihluphi ngayo, kuba inikezelwe ezintlangeni. Zona ke ziya kusixusha ngeenyawo isixeko esingcwele isithuba esingangeenyanga ezingamashumi amane anambini.