Revelation 11:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kunika amanqi̔na am omabini, ukuba aprofiteshe imihla ibe liwaka linamakulu mabini anamashumi matandatu, ezambete ingubo ezintlakantlaka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kuwanika amangqina am amabini, aprofete imihla eliwaka elinamakhulu mabini anamanci mathandathu, ethiwe wambu ngeengubo ezirhwexayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kuwanika amangqina am amabini, aprofete imihla eliwaka elinamakhulu mabini anamanci mathandathu, ethiwe wambu ngeengubo ezirhwexayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngokunjalo ndiya kumisa amangqina amabini, ukuze avakalise udaba. Ngazo zonke ezo ntsuku zilishumi elinambini lamakhulu, mashumi omathandathu, aya kuba enxibe ezirhwexayo zokuzila.”