Revelation 12:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza yaqumba inamba leyo ngakuyo lonkazana, yapuma ukuya kwenza imfazwe nabaseleyo benzalo yayo, abayigcinayo imiyalelo katixo, abanabo ubunqi̔na buka‐Yesu kanjako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yamqumbela umfazi inamba, yemka yaya kulwa nabaseleyo bembewu yakhe, abo bayigcinayo imithetho kaThixo, abanobungqina bukaYesu Kristu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yamqumbela umfazi inamba, yemka yaya kulwa nabaseleyo bembewu yakhe, abo bayigcinayo imithetho kaThixo, abanobungqina bukaYesu Kristu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lamxhiba umfazi, lahamba laya kusikhuphela kwinzala yakhe eso sixhiba, engabo bonke abo bathobela imithetho kaThixo, bebambelele kwiimfundiso zikaYesu.