Revelation 12:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza lonkazana yesabela entlango, apo ibinendawo ilungisiwe ngutixo, ukuze yondliwe kona imihla ibe liwaka linamakulu mabini anamashumi matandatu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi umfazi wasabela entlango, apho ikhona indawo ayilungiselwe nguThixo, ukuze bamnqake khona imihla eliwaka elinamakhulu mabini anamanci mathandathu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umfazi wasabela entlango, apho ikhona indawo ayilungiselwe nguThixo, ukuze bamnqake khona iintsuku eziliwaka elinamakhulu mabini anamanci mathandathu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umfazi yena wabalekela entlango apho wayelungiselelwe indawo khona nguThixo. Wahlala apho egcinakele amakhulu alishumi elinambini namashumi amathandathu eentsuku.