Revelation 12:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye bekuko ukulwa ezulwini; u‐Mikaheli nengelosi zake balwa ngakuyo inamba; yalwa inamba nayo, nengelosi zayo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaza kwabakho imfazwe emazulwini, uMikayeli nezithunywa zakhe besilwa nenamba, inamba nezithunywa zayo zisilwa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaza kwabakho imfazwe emazulwini, uMikayeli nezithunywa zakhe besilwa nenamba; yasilwa inamba nezithunywa zayo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwabakho idabi ezulwini. UMikayeli nezithunywa zakhe balihlasela igongqongqo. Lazilwela nalo kunye nezithunywa zalo.