Revelation 12:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kanti azoyisa, nendawo yazo ayabi safunyanwa ezulwini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
azaba nakweyisa, kanjalo ayaba safunyanwa indawo yazo emazulwini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akazange abeyise; azaba safunyanwa indawo yazo emazulwini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa loyiswa, laza laphelelwa yindawo ezulwini.