Revelation 13:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Negunya lelokuqala ir̔amnco lonke liyalipata ebusweni balo; kanjalo liyenza umhlaba nabemiyo kuwo ukuba babedeshe ir̔amnco lokuqala, elo inxeba lokufa lalo lapoliswayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lenza lonke igunya lelokuqala irhamncwa, elalingaphambi kwalo; lenza umhlaba, nabo bawumiyo, ukuba balinqule irhamncwa lokuqala, elaphiliswayo inxeba lalo elibanga ukufa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lenza lonke igunya lelokuqala irhamncwa, elalingaphambi kwalo; lenza umhlaba nabo bawumiyo ukuba balinqule irhamncwa lokuqala, elaphiliswayo inxeba lalo elibanga ukufa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Eli rhamncwa lasebenzisa amagunya erhamncwa lokuqala, lijongile. Lanyanzela ihlabathi nabemi balo ukuba banqule irhamncwa lokuqala, ingxwelerha leyo yaphilayo.