Revelation 13:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kunikwa kulo ukuba linike umpefumlo kuwo umfanekiso wer̔amnco elo, ukuze ke wona umfanekiso wer̔amnco elo ube nokuteta, wenze nokuba abo basukuba bengabedeshi umfanekiso wer̔amnco babulawe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lanikwa igunya lokuwunika umfanekiselo werhamncwa umoya, ukuze umfanekiselo werhamncwa elo uthethe nokuthetha, wenze ukuba babulawe abasukuba bengaqubudi kuwo umfanekiselo werhamncwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lanikwa igunya lokuwunika umfanekiselo werhamncwa umoya, ukuze umfanekiselo werhamncwa elo uthethe nokuthetha, wenze ukuba babulawe abasukuba bengaqubudi kuwo umfanekiselo werhamncwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Irhamncwa eli lanikwa amandla okuba liwuphefumlele umfanekiso lowo, ukuze uthethe; futhi ugunyazise ukuba babulawe abo babengawunquli.