Revelation 13:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndaza ndabona enye yentloko zalo njengokungati ibulalelwe ukufa; kanti inxeba lokufa lalo lapoliswa: wati wonke umhlaba walandela ir̔amnco elo ngokuti nqa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndabona enye yazo iintloko zalo, ingathi ixatyelwe yafa;inxeba lalo elibanga ukufa laphiliswa. Wamangaliswa umhlaba uphela, walilandela irhamncwa elo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndabona enye yazo iintloko zalo, ingathi ixatyelwe yafa; lathi inxeba lalo elibanga ukufa laphila. Lamangaliswa ihlabathi liphela, lilandela irhamncwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Enye yeentloko zalo yangxwelerheka, kodwa yabuya yaphila. Ihlabathi liphela lathatheka ngulo mmangaliso, latsho lalandela irhamncwa elo.