Revelation 13:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bayibedesha inamba eyalinikayo ir̔amnco igunya: balibedesha ir̔amnco kanjalo, besiti: Ngubanina ofana ner̔amnco? ngubanina ongalwayo nalo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bayinqula inamba eyalinika igunya irhamncwa, balinqula irhamncwa, besithi, Ngubani na ofana nerhamncwa elo? ngubani na onako ukulwa nalo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bayinqula inamba eyalinika igunya irhamncwa, balinqula irhamncwa, besithi, Ngubani na ofana nerhamncwa elo? ngubani na onako ukulwa nayo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonke abantu balinqula igongqongqo elo, kuba amagunya alo liwanike irhamncwa. Kanti ke balinqula nerhamncwa elo, belibonga besithi: “Ngubani onokulingana nerhamncwa; ingubani khona onokulwa nalo?”