Revelation 13:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwanikwa lona kanjako ukuba lenze imfazwe nabo abangcwele, nokuba liboyise; lanikwa negunya pezu kwazo zonke izizwe, nenteto, nentlanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lanikwa igunya lokulwa nabangcwele, libeyise; lanikwa igunya kuzo zonke izizwe, neelwimi, neentlanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lanikwa igunya lokulwa nabangcwele, libeyise; lanikwa igunya kuzo zonke izizwe, neelwimi, neentlanga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lavunyelwa ukuba lilwe nosapho lukaThixo liloyise. Ngokunjalo lanikwa amagunya kuzo zonke iintlanga, izizwe, iilwimi, noluntu.