Revelation 13:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babeya kulibedesha bonke abemiyo pezu kwomhlaba, abamagama angaba̔lwanga encwadini yobomi yemvana ebingiweyo kwa sekumisweni kwelizwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baya kulinqula bonke abo bemiyo phezu komhlaba, abamagama angabhalwanga encwadini yobomi yayo iMvana, exheliweyo kususela ekusekweni kwehlabathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baya kulinqula bonke abo bemiyo phezu komhlaba, abamagama angabhalwanga encwadini yobomi yayo iMvana, exheliweyo kususela ekusekweni kwehlabathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonke abantu behlabathi baya kulinqula. Abo ke ngabantu abamagama angabhalwanga encwadini yabaphilayo eyabhalwa kwangaphambi kokusekwa kwehlabathi. Incwadi le ke yeyeXhwane elabulawayo.