Revelation 14:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kwa yena uya kusela kuyo iveyine yomsindo katixo, esel’ igalelwe ingapitikezwanga endebeni yoqumbo lwake; waeya kumbelwa ngomlilo nesufure, ebusweni bazo ingelosi ezingcwele, nasebusweni bayo imvana:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
yena wosela iwayini yomsindo kaThixo, egalelwe ingaphithikeziwe endebeni yengqumbo yakhe, athuthunjiswe ngomlilo nesulfure phambi kwezithunywa ezingcwele, naphambi kweMvana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo uya kusela kwiwayini yomsindo kaThixo, egalelwe kwindebe yokucaphuka, ingaxutywanga; uya kuthuthunjiswa ngomlilo nesulfure, phambi kwezithunywa ezingcwele, naphambi kweMvana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
uya kutsarhwa yingqumbo kaThixo. Ewe kaloku, impindezelo kaThixo itsale yada yatshukula. Uya kugcadeka elangatyeni lomlilo wesalfa, iXhwane nezithunywa ezingcwele zibukele.