Revelation 14:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akwafunyanwa ke ubuxoki emlonyeni wabo: ngokuba bemsulwa pambi kweterone katixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emlonyeni wabo akufunyanwanga nkohliso, kuba bengenakubekwa bala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emlonyeni wabo akufunyanwanga nkohliso, kuba bengenakubekwa bala phambi kwetrone kaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abazange bakhohlisa; bamsulwa.