Revelation 16:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza eyesihlanu ingelosi yagalela ifiyali yayo pezu kweterone yalo ir̔amnco; busuke baba bumnyama ubukumkani balo; baza bahlafuna ilwimi zabo ngenxa yobuhlungu,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Saza esesihlanu isithunywa sayiphalaza ingqayi yaso etroneni yerhamncwa; baba mnyama ubukumkani balo; bamana beziluma iilwimi ngenxa yeentlungu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Saza esesihlanu isithunywa sayiphalaza ingqayi yaso etroneni yerhamncwa; baba mnyama ubukumkani bakhe; bamana beziluma iilwimi ngenxa yeentlungu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Esesihlanu isithunywa sasichitha phezu kwesihlalo serhamncwa isitya saso. Kwaba mnyama tsiki kuloo mmandla wolawulo lwerhamncwa. Babengcungcutheka abantu ziintuthumbo.