Revelation 16:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yapuma ke eyokuqala, yagalela ifiyali yayo pezu kwomhlaba; kusuke kwabako itumba elibi elinzima ebantwini abanalo upa̔u lwer̔amnco, nababedeshayo umfanekiso walo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Semka ke esokuqala, sayiphalaza ingqayi yaso emhlabeni;kwabakho isilonda esibi esinobuhlungu ebantwini, abo banophawu lwerhamncwa, abo baqubudayo kuwo umfanekiselo walo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sahamba ke esokuqala, sayiphalaza ingqayi yaso emhlabeni; kwabakho isibetho esibi esibuhlungu ebantwini, abanophawu lwerhamncwa, abo baqubudayo kuwo umfanekiselo walo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sanduluka isithunywa sokuqala, sasichitha ehlabathini isitya saso. Abo babenophawu lwerhamncwa, nabo babenqula umfanekiso walo, baphuma izilonda ezibi neziqaqambayo.