Revelation 16:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuba bepalazile igazi labangcwele nelabaprofite, nawe igazi ulinikile kubo basele; ngokuba befanele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba baliphalazile igazi labangcwele nelabaprofeti;Wabanika igazi ukuba balisele, ngokuba belifanele.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba baliphalazile igazi labangcwele nelabaprofeti, wabanika igazi ukuba balisele; ngokuba befanelekile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baliphalaza igazi lemilowo kaThixo *nelabashumayeli, ngoku ke ubanika igazi ukuba basele. Ibafanele loo nto bayifumeneyo, tshotsho!”