Revelation 16:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza eyesine ingelosi yagalela ifiyali yayo pezu kwelanga; kwaye kunikwa kuyo ukuba itshise abantu ngomlilo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Saza esesine isithunywa sayiphalaza ingqayi yaso elangeni;sanikwa igunya lokutshisa abantu ngomlilo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Saza esesine isithunywa sayiphalaza ingqayi yaso elangeni; laza lanikwa igunya lokutshisa abantu ngomlilo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sasichitha elangeni isitya saso isithunywa sesine. Laza ilanga lakhululelwa ukubatshisa ngengqantsini yobushushu abantu.