Revelation 17:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aba banayo ingcingo inye, babeya kunikela amandla abo negunya labo kulo ir̔amnco.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Aba banasicamango sinye, babeya kunikela amandla negunya labo kulo irhamncwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Aba banambono-nye; baya kunikela amandla negunya labo kulo irhamncwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku boshumi injongo yabo iyafana: kukunikezela ulawulo kwirhamncwa.