Revelation 18:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona abatengi bezizinto, abatyeba ngayo, baya kuma bekude ngenxa yokwoyika ututumbo lwayo, belila, bekala,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abarhwebi bezo zinto, abo batyeba ngayo, Baya kuma kude, ngenxa yokoyika intuthumbo yayo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abarhwebi bezo zinto, abo batyeba ngayo, Baya kuma kude, ngenxa yokoyika intuthumbo yayo, belila nokwenza isijwili;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oosomashishini abafumana ubutyebi beshishina kwesi sixeko baya kuhambela mgama bebindekile ngenxa yokungcungcutheka kwaso. Baya kungqukruleka beselusizini,