Revelation 19:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze niyidle inyama yokumkani, nenyama yenkosiwaka, nenyama yamaṙoti, nenyama yamahashe neyabo bahleli pezu kwawo, nenyama yabo bonke, abakululekileyo namakonza, nabancinane nabakulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze nidle inyama yookumkani, nenyama yabathetheli-waka, nenyama yamagorha, nenyama yamahashe, neyabakhweli bawo, nenyama yabo bonke abakhululekileyo nabangamakhoboka, neyabancinane neyabakhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze nidle inyama yookumkani, nenyama yabathetheli, nenyama yamagorha, nenyama yamahashe, neyabakhweli bawo, nenyama yabantu bonke, abakhululekileyo nabangamakhoboka, nabancinane, kwaye mkhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yizani nitye inyama yeekumkani neengqwayi-ngqwayi, eyamajoni amahashe nabo bawakhweleyo, eyabantu bonke: amakhoboka nabakhululekileyo, abakhulu nabaphantsi.”