Revelation 2:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nabantwana bake ndobabulala ngokufa: zaziya kuqonda iṙemente zonke ukuba mna ndingulowo upengululayo izintso nentliziyo; ndandiya kuninika nonke ngabanye ngokwemisebenzi yenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nabantwana bakhe ndibabulale ngokufa; azi onke amabandla ukuba mna ndingulowo uphengulula izintso neentliziyo, ndininike elowo ngokwemisebenzi yenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
nabantwana bakhe ndiya kubabulala ngokufa; azi onke amabandla ukuba mna ndingulowo uphengulula izintso neentliziyo, ndinike elowo ngokwemisebenzi yenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kubabulala abalandeli bakhe. Onke amabandla aya kuqonda ukuba mna ndiyazazi iingcinga neenjongo zabantu. Umntu ngamnye ndiya kumamkelisa ngokwezenzo zakhe.